Uceba waxabela abantu!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Ongafuni kuchazwa

PHAYA eMahlathi Municipality nge22 kweyeSilimela kulo nyaka, kwiCouncil Meeting, uceba wakhupha isinkempe waxabela abantu kodwa ngethamsanqa zange anzakalise mntu! Mna ndicela niphande ukuba kuthiwani na ngalo nto ngumasipala nombutho wakhe iANC eAmathole?

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.