Ndicela umsebenzi!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Ohluphekileyo, eMthatha

MOLWENI kwi-I’solezwe, ndifundisa abantwana ngamabonandenzile, omnye useLovedale wenza iFirst Year - uyarenta.

Omnye useHigh School wenza uGrade 9, omnye useJunior. Bafuna ukufunda andinandlela.

Ndicela nindizamelele nokuba ngowokucoca umsebenzi, kunzima noba sitye. Nabani na onokundinceda ngomsebenzi ndingavuya kakhulu. Ndingawuthatha nokuba useGoli, ndingumhlolokazi ka1975.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.