INyanga iqatsele kulwaphulomthetho!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - M.Z.T. Stephans, eKapa

AYIKHO indawo elungileyo apha eKapa! Izikoli zikwindawo yonke! Siphangela kabuhlungu; ingakumbi apha eSite Cbayangena nasezibhasini nasesitishini seTrain bayaya!

Abantu beTrain baninzi, kodwa xa sezifikile izikoli kuba nzima ngoba kaloku bakhuthuza ngemipu.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.