Soze sibe nambane eBikane!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Umhlali, eBikane

NDINGUMHLALI welali yaseBikane kuGatyana, ingxaki esijongene nayo kukungahoywa nguceba wethu.

Asinambane, kunjalo nje ndijongile nje soze sibe nawo ngoba iipali zombane eziya elalini kaceba zinqumla kule yethu ilali. Ingaba iseyiyo na leyo?

I’solezwe lingazibonela nalo xa linokundwendwela kule lali yethu.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.