Ubugxwayiba kwiRenki!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - R.S. Phakathi, eBhongweni eZwelitsha

INDLELA ekubi ngayo kwiirenki zaseMthatha. Siye kweyaseNgangelizwe kugcwele ngeyona ndlela engathethekiyo; iimoto ezilayishayo iyaphela iyure kunzima ukuphuma ngoba kukho iKhwezi neCorana. Siye eJubulli Rank nalapho kuyafana. Lamla Ceba, Mayor, MEC nawe Kumkani. Kubi!

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.