Yhu! Amapolisa!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Ongafuni ukuchazwa

MOLO mhleli, nam ndithi mandikhe ndithumele le leta nje ukuvakalisa intlungu yethu ngamapolisa.

Amapolisa ayadikwa xa ucela ukukhuselwa osogqiba uwabone ukuba ayakhuthala xa sekufe umntu!

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.