Abantwana bethu bafundiswa ngesiBhulu!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Umzali, eClanwilliam

MOLO mhleli! Ndithi mandivele ndingumzali eClanwilliam; abantwana bethu bayoyiseka yimfundo yesiBhulu, ndicela urhulumente angenelele!

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.