Isikolo seenkedama sifumene umbane

Isolezwe lesiXhosa - - IINDABA - UMBHALI WETHU

NGONYAKA wamawaka amabini anesixhenxe (2007) uCingiwe Felejana waphantse wabona kakubi xeshikweni imoto iphosa igophe kwilali yakhe yayokugaxeleka kufuphi nabantwana ababedlala endleleni.

Isikolo soonomngqushwana iNompumelelo kwilali yaseNkqonkqweni sifumene inkxaso yezixhobo zokuphehla umbane osebenzisa ilanga UMFANEKISO: BHEKI RADEBE

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.