Masingahlekisani ngobuKrestu!

Isolezwe lesiXhosa - - IINDABA - - Zolisa Mpiyake

NDISUSWA yinto endihluphileyo; ndiyalithanda eli phepha kodwa noko xa sihlekisana masingahlekisani ngegazi elaphalala entabeni yekalvari, thina boni safelwa emnqamlezweni yiNkosi uYesu Kristu.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.