Uzalo

Isolezwe lesiXhosa - - EZOYOLO -

UMNGCWABO kaTat’ uMadlala ubekwa emngciphekweni.

Ukanti uNosipho ubonana nogqirha ukuze azi oko kuqhubekayo kuye. Ikamva likaMondli ligqityiwe.

UMaNgcobo uvalela uMaMlambo ekubeni ancede uNosipho ngamaphupha akhe. UNosipho uhlaza uMondli phambi kwabahlobo bakhe. UMaMlambo uziva ngathi ushiywa lixesha kumnqweno wakhe wokuba ngumama womntwana kaNkunzi.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.