Rhythm City

Isolezwe lesiXhosa - - EZOYOLO -

UMZI wenza isigqibo esikhulu malunga noRene. Ukuhlazeka kukaLungile esidlangalaleni kuyanda. Isikolo sikaMapula sithabatha isigqibo.

ULungile noDavid bayaqala ukusola ubungozi benyaniso kwihlazo elitsha.

UBlossom wothuswa kukubona umntwana elahliwe ngaphandle kwendawo yokwenza iinwele.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.