Muvhango

Isolezwe lesiXhosa - - EZOYOLO -

UTENDA ubonakala ngathi usamfuna uLivhuwani ukuba abuyele kuye – Ingaba unyanisekile?

UJames ubeka uMoliehi endaweni yakhe. UHangwani ukhathazekile sisigqibo sikaRendani. ULivhuwani uya esibanobubele ngakuTenda.

USusan uphumle kwindawo ethile, kwaye akasafani nakuqala. UMoliehi ubiza uGugu noImani njengabathathi bamadoda abantu.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.