Isitishi samaPolisa eGinsberg!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Okhathazekileyo, eGinsberg

I’SOLEZWE, ndingumhlali walapha eGinsberg. Ndinengxaki yePolice Station engekhoyo apha!

Ukuba ithi iGinsberg iyilokishi enkulu kangaka caba izoxhomekeka kwiPolice Station yaseQonce, iQonce inkulu iyodwa as a result icrime yaseGinsberg is very high kwaye xa ufowuna ebusuku usengxakini bakholosa ngokuthi awanatransport amapolisa aseQonce, ngenxa yalo nto singamaxhoba ootsotsi thina bantu bangenatransport yokuya eQonce ngobusuku.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.