Sikhuseleni kuKhuselani!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Unogada, KZN

MHLELI obekekileyo, ndisebenza kwaKhuselani Security eyinkampani yaseKZN; xa sibuya eLeave-ini isibhatala i-12 days qha, kodwa sihleli i21days, ayisiniki iBasic.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.