Ulawulo lweFlagstaff Co-op!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Ongafuni ukuchazwa, Flagstaff

KUJIKELENE ababesilwa noMasipala eNgquza kuvakala ukuba uFikile Vimba obekade engusihlalo weFlagstaff Co-op umdudulela ngaphandle ongunobhala weCo-op onguMr Mbangata ngenxa yemali.

Kuvakala ukuba uMr Vimba wayenemali kwiFlagstaff jikelele ngoku akasenanto, ulwa nokuba ngubani ongathi uzokubanemali. Kuthiwa uVimba waba ngumntu ontliziyo imdaka esenemali.

Umfo wabo wasebenza iminyaka emithathu kuye kodwa akazange ambhatale xa sele onyukayo eFlagstaff ulwa naye njengoMbangata.

UDumisani Mbangata wafumana kwinkampani eyenza umgaqo / iindlela uthi alimfanelanga malize kuye. Ebeye kwinkundla yamatyala nge28 kweyeNkanga! Babhenele khona.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.