Ndivotela ntoni?

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Okhathazekileyo, eMthatha.

MOLWENI kwi-I’solezwe ndingumama osemdala wakwilali yaseLwandlana eMthatha ongenambane; ndihlala ndodwa, ndidinga nemali le yekhandlela kuyavingcwa kule lali, mna ndisebumnyameni andikwazi kutheza.

Ndingavota kanjani? Kunini! Ndincedeni I’solezwe!

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.