Siyakhala!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Ndingunogada, eNgcobo

MOLO tat’ uMhleli, sicel’uncedo singoonogada, abaqashwa kwiiofisi zakwaFidelity Security Services, emveni koko kuthiwe siphantsi ko-Ubuntu Security esingamaziyo, ingxaki kukuba asipeyi ngokweRate yeSecurity, sipeya kancinci, singoonogada bale nkampani, khanisincedeni kudala sikhala asihoywa.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.