Ezintsha kwezeemoto

Isolezwe lesiXhosa - - EZEMOTO NEENCWADI - NoSisanda Mbete

Koko ke kufanele ukuba zonke ezi ntlobo zikhona kuluhlu lwezikhuphisanayo.”

Kwizishwapa (hatchbacks) kukho iHonda Civic Type R, Mercedes-Benz A-Class, Nissan Micra neSuzuki Swift.

Kwii-SUV kukho iAlfa Romeo Stelvio, Mitsubishi Pajero Sport, Porsche Cayenne, Renault Duster, Suzuki Jimny neVolvo XC40.

KwiiCrossover kukho iHyundai Kona ebifika apha kweyeDwarha. Ukhona umnyobo womgrugra waseJapan ngohlobo lweLexus ES.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.