Isolezwe lesiXhosa

Makhanda sifuna wena!

- - Ozifihlile­yo, eRhini

NGEMPATHO yethu besimcela uMakhanda asithathe sibe phantsi kwakhe lide eli thuba silindile kuba siyahlukun­yezwa nguKhusela­ni oseRhini, sowunengxa­ki funeka uphangele ukuba awuphangel­anga unikwa isilumkiso kodwa ubazisile awuzuphang­ele baphinde bangakupha­ngelisi kusuku olulandela­yo. Siyacela Makhanda kudala sinyamezel­e sizithembi­sa nani nisithembi­sa ukuba sakuba phantsi kwenu.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa