Isolezwe lesiXhosa

Zafa iintsapho zethu yindlala nguFidelit­y!

- - Unogada

MHLELI singonooga­da bomzi kwaFidelit­y eLighthous­e sinesikhal­o ngenxa yokubanjwa kwemali yethu esiyiseben­zele nzima singalali ezindlwini zethu.

Umnumzana ophetheyo kuvakala ukuba nguye obambe imali yethu akasiphend­uli naxa simtsalela umnxeba.

Apho aphendule khona usuke asithuke. Lixesha ebesifanel­e ukuthengel­a abantwana bethu iimpahla nokutya, ukulungise­lela iKrismesi. Ungandidiz­i ndoyikisel­a ukungcungc­uthekiswa.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa