Siyoyika eMcwangele!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Okhathazekileyo, Maclear

KUKHO into endityayo apha kule lali yaseMcwangele xa usiya eMaclear, akukho phuhliso, akukho misebenzi, uthi sowusiza ungawazi ukuba uphelelephi!

Sixakwe yimithi; ayigawulwa! Kuliwa ngayo. Thina besf ’azane sisemngciphekweni wokureyitshwa [dlwengulwa] kunye nabantwana bahamba phakathi kwayo abakhuselekanga tuu! Ndicela uncedo.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.