Imdaka iMarike yaseBCMM eWilsonia

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Umthengi wasemarikeni, eBCMM.

ABASEBENZI beBuffalo City Metropolitan Municipality (BCMM) abasacoci kwaphela, bakhala ngeyunifom nezinto zokusebenza abangazifumaniyo.

Ndaweni yoko bazilungiselela bona. Yena ophetheyo ngeGM ulandwa agoduswe ngemoto yeBCMM, sekulithuba elingangonyaka lo nto isenzeka.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.