Abanazintloni oonogada baseFort Hare!

Isolezwe lesiXhosa - - IZIMVO - - Ongafuni ukuchazwa

MAKHE babe neentloni oonogada baseFort Hare! Imbi into abayenzayo xa kuvalwa izikolo, baleqa, bethatha eza zinto ziphiwe ooAnti ngabafundi. BAKUWENZA NINI UMSEBENZI WABO? Iintloni ziyamnceda umntu.

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa

© PressReader. All rights reserved.