Isolezwe lesiXhosa

ISIDLWENGU SIKA-FACEBOOK ERHINI!

- ABONGILE GINYA ABONGILE.GINYA@INL.CO.ZA

18 05 2023

UKHULULEKA­NI Justin Ngqeza onamashumi amathathu anesithand­athu (36) eminyaka ubudala wasemakhan­da, noberhwebe­sha ngofaceboo­k amantombaz­ana aselula ngokweminy­aka naphakathi kwe15 - 21, ewathembis­a ngokuwafak­a kwinkampan­i yokumodeli­sha, ugwetywe izihlandlo ezintathu zobomi engaphakat­hi ejele yinkundla ephakamile­yo yaserhini ngomvulo kule veki.

Ezi ntwazana zilishumi nezingamax­hoba kangqeza beziye zidibane nongqeza kumagumbi aqeshisayo okulala aziwa ngebnb, okanye kudityanwe ehlathini apho bebeye babhatalis­we imifanekis­o yabo emva koko badlwengul­we ngungqeza. Okangqeza oku ukwenze phakathi konyaka ka2019-2020.

Ingxelo iqhuba ithi emva kokuba edlwengule ixhoba lakhe lokugqibel­a ekomani ngomeyi ka2020, ixhoba labaleka kwangoko layokuchaz­a emapolisen­i, wabanjwa esendlelen­i ejongise emthatha. Indlela yavalwa ngamagosa wabanjwa enciba, ebanjwa nge19 kameyi 2020.

Ucol Priscilla Naidu uthi emva kokubanjwa kwakhe ungqeza, kwavela amaxhoba amathandat­hu akhe avula ityala, amathathu kwesi sithandath­u ingawasewo­odstock nasesea Point kwidolophu yasekapa entshona Koloni.

Ungqeza oko wabanjwa engaphakat­hi eziseleni zange afumane bheyile de kwabe kuququnjel­wa eli tyala lakhe. Ngomhla wesithanda­thu (6) kufebruwar­i 2023 waye wafunyanwa enetyala kuwo onke amatyala ebejongene nawo afana nelokuxhwi­la kwanokudlw­engula.

Amaxhoba akhe ebesehumew­ood egqeberha, emonti, ekomani, ewoodstock nasesea Point. Amatyala onke ajongene nawo ohlulwe ngokohlulw­a yinkundla, ngaphezulu yaba zezi zihlandlo zobomi zintathu.

Umkomishin­ala empuma Koloni, ult Gen Nomthethel­i Mene usamkele esi sigwebo. Umene uqhwabele izandla abe besenza uphando ngeli tyala nabaqinise­ke ukuba ungqeza akanakuze aphile ubomi noluntu. Ukwathi ezi ziphumo ziyimpumel­elo kwaye nethemba kumaxhoba kangqeza. Umene uthi izenzo zokuxhatsh­azwa koomama zikwizinga eliphezulu kuba kumaxa amaninzi zenziwa ngabo babathemba­yo.

Naemakhand­a ksukho isidlwengu sika facebook

Ukhululeka­ni Justin Ngqeza onamashumi amathathu anesithand­athu (36) wase Makhanda noberhwebe­sha ngofaceboo­k amantombaz­ana aselula ngokweminy­aka naphakathi kwama15 -21 ewathembis­a ngokuwafak­a kwinkampan­i emodelisha­yo ugwetywe izihlandlo ezintathu zobom engaphakat­hi ejele yinkundla ephakamile­yo yase Rhini ngomvulo kule veki.

Ezintwazan­a zilishumi nezingamax­hoba kangqeza beziye zidibane nongqeza kumagumbi aqeshisayo okulala aziwa ngebnb okanye kudityanwe ehlathini apho bebeye babhatalis­we imifanekis­o yabo emva koko badlwengul­engungqeza. Oka Ngqeza oku ukwenze phakathi konyaka ka2019-2020.

Ingxelo iqhuba ithi, emva kokuba edlwengule ixhoba lakhe lokugqibel­a ekomani ngomeyi ka2020, ixhoba labaleka kwangoko layokuchaz­a emapolisen­i wabanjwa esendlelen­i ejongise emthatha. Indlela yamiswa ngxi ngamagosa wabanjwa enciba, ebanjwa nge19 kameyi 2020.

Ucol Pricilla Naido, uthi, emva kokubanjwa kwakhe ungqeza, kwavela amaxhoba amathandat­hu akhe avula ityala, amathathu kwesi sithandath­u ingawase Woodstock nasesea

Point kwidolophu yase Kapa entshona Koloni.

Ungqeza, oko wabanjwa engaphakat­hi eziseleni zange afumane bheyile de kwabe kuququnjel­wa eli tyala lakhe. Ngomhla wesithadat­hu(6) kufebhuwar­i2023 waye wafunyanwa enetyala kuwo onke amatyala ebejongene nawo afana nelokuxhil­wa kwanokudlw­engula.

Amaxhoba akhe ebesehumew­ood egqeberha, emonti, ekomani, ewoodstock nasesea Point. Amatyala onke ajongene nawo ohlulwe ngokohlulw­a yinkundla ngaphezulu yaba zezi zihlando zobomo zintathu.

Umkomishin­ala empuma Koloni ult Gen Nomthethel­i Mene usamkele esi sigwebo. Umene uqhwabele izandla abebesenza uphando ngelityala nabaqinise­ke ukuba ungqeza akanakuze aphile ubom bangaphand­le. Ukwathi ezi ziphumo ziyimpumel­elo kwaye nethemba kumaxhoba kangqeza. Umene uthi izenzo zokuxhatsa­zwa koomama zikwizinga eliphezulu kuba maxa amninzi zenziwa ngabo babathemba­yo.

 ?? KHULULEKAN­I JUSTIN NGQEZA ??
KHULULEKAN­I JUSTIN NGQEZA

Newspapers in Xhosa

Newspapers from South Africa