Navigated
Isolezwe lesiXhosa
Isolezwe lesiXhosa

Isolezwe lesiXhosa 報紙 線上訂閱

或者

訂閱 Select

每月可選擇 15 期報紙或雜誌

單期刊物

Isolezwe lesiXhosa, 28 五月 2026

描述

Isolezwe lesiXhosa 報紙 可以在 PressReader 上線上閱讀。下載當期以便稍後閱讀,或在 檔案 中瀏覽 Isolezwe lesiXhosa 的過往期數。

類別

本期內容

ArticleKuthiwa uyafeketha uMabuyane okhala ngesidima sakhe kwinto yeMastazi

KulindeleKe ukuba sibhengezwe kwiiveki ezizayo isigwebo etyaleni likaJulius Malema owamangalelwa ngulubabalo Oscar Mabuyane okhokela iAfrican national Congress (AnC) noRhulumente wephondo leMpuma Koloni. uMalema uthawuziswa emalahleni abomvu emva...

Kuthiwa uyafeketha uMabuyane okhala ngesidima sakhe kwinto yeMastazi

ArticleBancumile eXhorha emva kokuhlaziywa kwesikolo sabo ngeR34-million

AbAntwAnA besikolo nabantu belali bashiyeke bencumile emva kokuvulwa kwesikolo sabo esihlaziywe ngurhulumente. Oku kwenzeke emva kokuba uMphathiswa wezemfundo ephondweni leMpuma Koloni, uFundile Gade, evule ngokusesikweni iMwezeni Primary School,...

Bancumile eXhorha emva kokuhlaziywa kwesikolo sabo ngeR34-million

ArticleUcelelwa indlu ebhetele uKuse oyintshatsheli entsha yehlabathi

OPHETHE iBoxing South Africa ephondweni leMpuma Koloni, uPhakamile Jacobs, ucele iinkokeli zeBuffalo City Metro ukuba zimzamele indawo yokuhlala ebhetele uSiyakholwa Kuse oyintshatsheli entsha yehlabathi. Isicelo senziwe kwindibano ebibanjelwe...

Ucelelwa indlu ebhetele uKuse oyintshatsheli entsha yehlabathi